soze (Karyendasoul Remix)-文本歌词

soze (Karyendasoul Remix)-文本歌词

Bongeziwe Mabandla&Karyendasoul
发行日期:

Uthando ndalifundiswa nguwe

Abayaz' ukuba wandenzelani

Ndithi xa ndisiwa

Ndiphakamiswa nguwe

Uthi kum nguwe, nguw' ithemba lam

Ixesha ndiyahamba ngoku

Ndiyavuwa lihamba nami nawe

Izinto ziyafika zihambe

Umhlaba uyabafihla bonk' abantu

Soze soze ndikulibale

Soze soze

Soze soze ndikulibale

Soze soze

Ndikulibale

Soze soze ndikulibale

Soze soze

Soze soze ndikulibale

Soze soze

Ndikulibale

Ixesha liyahamba ngoku

Kodwa ndiyavuya lihamba nami nawe

Lihamba nami nawe

Noba sendingekho kweli lizwe

Ndiwelelele kweliny' icala

Olu thando soze luphele

Lona lelona phakade

Soze soze ndikulibale

Soze soze

Ndikulibale