Ingab ufuna ntoni na
Kanti kwenze njani nah kutheni utshintshile
Andsakboni mna
Ubulithemba lami lokugqibela
Ngoku sendyakhala
Izenzo zakh azisafan awusand'bambi
Sekyabonakal ukuth awusand'thandi
Cel ukwazi nje ukuthi ungowam
Ngaba usandthanda
Sendyakhala
Izenzo zakh azisafan awusand'bambi
Sekyabonakal ukuth awusand'thandi
Cel ukwazi nje ukuthi ungowam
Ngaba usandthanda
K'dala ndilindile
Phendula imibuz ixesha lifikile
Andsakwazi nokulala
Andisakwazi nokulala
Sthandwa sam akekh omunye
Haaaaaaaaa
Sthandwa sam akekh omunye
Haaaaaaaaa
Haaaaaaaaaaaa
Haaaaaaaaaaa
Haaaaaaaaaaaaaaa
Sendyakhala
Izenzo zakh azisafan awusand'bambi
Sekyabonakal ukuth awusand'thandi
Cel ukwazi nje ukuthi ungowam
Ngaba usandthanda