Awuboni ubana ndiyakthanda
Ntsuku nentsuku ndihlala ndicinga ngawe
Awuboni ubana ndiyakdinga
Ntsuku nentsuku ndifuna uhlala nawe
Noba ungandishiya sthandwa sam
Nguwe wedwa owandibonisa uthando
Noba ungandishiya sthandwa sam
Nguwe wedwa owandibonisa uthando
Noba ungandishiya sthandwa sam
Nguwe wedwa owandibonisa uthando
Noba ungandishiya sthandwa sam
Nguwe wedwa owandibonisa uthando
Asoze, ndikulibale
Uthando ondinika lona luvutha amadangatye
Asoze, ndikulibale
Uthando ondinika lona luvutha amadangatye
Asoze, ndikulibale
Uthando ondinika lona luvutha amadangatye
Asoze, ndikulibale
Uthando ondinika lona luvutha amadangatye
Awuboni ubana ndiyakthanda
Ntsuku nentsuku ndihlala ndicinga ngawe
Awuboni ubana ndiyakdinga
Ntsuku nentsuku ndifuna uhlala nawe
Awuboni ubana ndiyakthanda
Ntsuku nentsuku ndihlala ndicinga ngawe
Awuboni ubana ndiyakdinga
Ntsuku nentsuku ndifuna uhlala nawe
Awuboni, Awuboni ndiyakthanda man
Awuboni, Awuboni ndiyakthanda man
Awuboni, Awuboni ndiyakdinga man
Awuboni, Awuboni ndiyakdinga man
Asoze, ndikulibale
Uthando ondinika lona luvutha amadangatye
Asoze, ndikulibale
Uthando ondinika lona luvutha amadangatye
Awuboni ubana ndiyakthanda
Ntsuku nentsuku ndihlala ndicinga ngawe
Awuboni ubana ndiyakdinga
Ntsuku nentsuku ndifuna uhlala nawe (Awuboni)
Awuboni ubana ndiyakthanda (Awuboni)
Ntsuku nentsuku ndihlala ndicinga ngawe (Awuboni)
Awuboni ubana ndiyakdinga (Awuboni)
Ntsuku nentsuku ndifuna uhlala nawe (Awuboni)
Awuboni ubana ndiyakthanda (ndiyakdinga man)
Ntsuku nentsuku ndihlala ndicinga ngawe (Awuboni)
Awuboni ubana ndiyakdinga nam (Awuboni, ndiyakdinga man)
Awuboni, Awuboni, Awuboni
Awuboni, Awuboni, ndiyakthanda man
Awuboni, Awuboni ndiyakdinga man